Romans 4:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Abrahame ukuba wagwetyelwa ngemisebenzi, unako angaqa̔yisa ngako: koko engenako pambi kwotixo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uAbraham, ukuba wayegwetyelwe ngokwasemisebenzini, ange eneqhayiya; akanalo ke phambi koThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uAbraham, ukuba wayegwetyelwe ngokwasemisebenzini, ange eneqhayiya; kodwa phambi koThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ebenziwe ilungisa ngenxa yokufezekisa kwakhe umthetho, ebengaqhayisayo; kodwa ngoku akanandlela yakuqhayisa phambi koThixo.