Romans 4:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nedinga likatixo akalitandabuzela ngokungakolwa; koko womelezekayo ekukolweni, enika utixo udumo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owathi, ngokusingisele kwidinga likaThixo, akathandabuza ngokungakholwa; wesuka womelela ngokholo, ezukisa uThixo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akazange athandabuze idinga likaThixo ngokungakholwa; womelela elukholweni, ezukisa uThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi, akasithandabuzanga isithembiso sikaThixo ngokungakholwa; waya esomelela elukholweni, embonga uThixo,