Romans 4:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko kwaba̔lwa nangenxa yetu, ekuya kusibalelwa, tina bakolwayo kulowo owavusa u‐Yesu inkosi yetu ekufeni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwabhalwa nangenxa yethu, thina kwakuza kubalelwa kuthi, thina bakholwayo kulowo wamvusayo uYesu iNkosi yethu kwabafileyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa nangenxa yethu, baza kubalelwa kuthi, thina bakholwayo kulowo wamvusayo uYesu iNkosi yethu kwabafileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi, abhekisa nakuthi, thina sasiza kuba ngamalungisa, thina sikholwayo kuThixo owamvusayo uYesu iNkosi yethu kwabafileyo,