Romans 4:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba isiba̔lo sisiti nina? u‐Abrahame wakolwa ngutixo, kwaza kwambalelwa kube kukulunga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba sithini na isibhalo? Sithi ke, Wakholwa uAbraham kuThixo, kwaza oko kwabalelwa kuye ebulungiseni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba sithini na isibhalo? uAbraham wakholwa kuThixo, kwaza oko kwabalelwa kuye ebulungiseni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zithini kanene *iziBhalo? Zithi: “UAbraham wakholwa kuThixo, waza ngenxa yoko wabalelwa ekubeni lilungisa nguThixo.”