Romans 5:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kude kwabako umteto bekuko isono elizweni: kodwa isono asibalelwa, nxa kungekoyo umteto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba kude kwakho umthetho, kukho isono ehlabathini, sibe ke isono singabalelwa mntwini kungekho mthetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kude kwakho umthetho, kukho isono ehlabathini, sibe ke isono singabalelwa ekubeni ungekho umthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isono ke sabakho ehlabathini ungekabikho *umthetho kaMosis. Ke, apho kungekho mthetho, isono sokwaphula umthetho asinakubalelwa mntwini.