Romans 5:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ke, njengokuba umgwebo ngaso isiposo sinye ubufik ela bonke abantu kube kukugwetywa, kwa njalo n esipo sofefe ngesenzo esilungileyo sinye safik ela bonke abantu kube kukugwetyelwa okunobomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke, njengokuba kwathi ngasiphoso sinye kwabakho ukugwetywa kwabo bonke abantu, ngokunjalo kothi nangesenzo esinye sobulungisa, kubekho ukugwetyelwa ubomi kubo bonke abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke, njengokuba kwathi ngasiphoso sinye kwabakho ukugwetywa kwabo bonke abantu; Ngokunjalo nangesenzo esinye sobulungisa, isipho sesisa kwabafikela bonke abantu, begwebela ubomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngako ke, njengokuba kwathi ngasono sinye, bonke abantu bagwetywa, ngokunjalo kuya kuthi nangesenzo esinye esilungileyo, bonke abantu bagwetyelwe, badle ubomi.