Romans 5:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku umteto wangena nawo, ukuze isiposo sandiswe. Kodwa apo sandiswa kona isono, lwakolisa ukwanda kakulu ngakumbi ufefe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku umthetho wangena nawo, ukuze isiphoso sande; ke apho sandayo isono, lwaphuphuma ngakumbi ubabalo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku umthetho ungene, ukuze isikreqo sande. Ke apho sandayo isono, lwaphuphuma ngakumbi ubabalo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku wakungena umthetho kaMosis, isono sanda. Kodwa apho kwânda khona ukona, lwaphuphuma ngakumbi ubabalo asibabala ngalo uThixo.