Romans 5:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Kristu, nxa sibe sisaswele amandla tina, ngexesha elifanelekileyo wafela abangabedeshiyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uKristu uthe, sakubon ukuba sisengama-athalala, wabafela ngexesha elimisiweyo abangahloneli Thixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uKristu uthe, sakuba sisengama-athalala, wabafela ngexesha elimisiweyo abangahloneli Thixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku oko besisengama-athalala, uKrestu uthe ngexesha elimiswe nguThixo, wabafela abangamhloneliyo uThixo.