Romans 5:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba cebetshu kukohlwa kubako oya kufela olungileyo: noko kungati umhlaumbi kuko okwa nokukalipa ukufela lowo obubele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kungangenkankulu ukuthi ubani afele ilungisa; kuba uthi mhlawumbi ubani abe nobuganga bokumfela olungileyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kungangenkankulu ukuthi ubani afele ilungisa; kuba uthi mhlawumbi ubani abe nobuganga bokumfela olungileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inqabile into yokuba umntu afele omnye, naxa mhlawumbi anokubhaqeka umntu onesibindi sokufela umntu olungileyo.