Romans 6:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Masiti ngoko isono singapati ubukosi emzimbeni wenu onokufa, ukuba nisilulamele ezinkanukweni zawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko isono masingalawuli emzimbeni wenu onokufa, ukuze nisilulamele ngokwenza iinkanuko zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke isono masingalawuli emzimbeni wenu onokufa, ukuze nisilulamele ngokwenza iinkanuko zawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke isono masingayilawuli imizimba yenu efayo. Sanukuzivumela iinkanuko zemizimba yenu.