Romans 6:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba okunene, ukuba sibe sihlanganisiwe naye ekufaneni kwokufa kwake, soba njalo nakokwokuvuka kwake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa similiselwe kuye ngentsobi yokufa kwakhe, somiliselwa kuye nangeyokuvuka kwakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa similiselwe kuye ngemfano yokufa kwakhe, somiliselwa kuye nangeyokuvuka kwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku xa simanywe naye ekufeni kwakhe, simanywe naye nasekuvukeni kwakhe ekufeni.