Romans 6:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lowo ufileyo ekululwe esonweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba owafayo ugwetyelwe, wakhululwa kuso isono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku owafayo ugwetyelwe, wakhululwa kuso isono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umntu ofileyo ukhululekile esonweni.