Romans 7:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba sisazi ukuba umteto ubumoya: kodwa mna ndibunyama, nditengiselwe ngapantsi kwesono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba siyazi ukuba umthetho ungowomoya; ke mna ndingowenyama; kuthengiswe ngam, ndaba phantsi kwesono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Siyazi ke ukuba umthetho ungowomoya; ke mna ndingowenyama; kuthengiswe ngam, ndaba phantsi kwesono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siyazi ke ukuba umthetho ngowoMoya kaThixo, kodwa mna ndiyinyama negazi; ndiphantsi kwegunya lesono.