Romans 7:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba oko ndikwenzayo ndingakwazi: ngokuba oko ndikutandayo, oku ndingakwenzi; koko oko ndikutiyayo, oku ndikwenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba oko ndikwenzayo andikwazi mna; kuba endikuthandayo, oko andikwenzi; endikuthiyayo, oko ndiyakwenza;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba oko ndikwenzayo andikwazi mna; kuba endikuthandayo, oko andikwenzi; kodwa endikuthiyayo, oko ndiyakwenza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Into endiyenzayo yinkohla kum, kuba kaloku into endithanda ukuyenza andiyenzi, ukanti ndiyayenza endiyithiyileyo.