Romans 7:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba oko ndingakutandiyo, oku ndiyakwenza, ndiyavumela umteto ukuba ulungile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba ke endingakuthandiyo ndenza khona oko, ndivumelana nomthetho ukuba mhle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke endingakuthandiyo ndenza khona oko, ndivumelana nomthetho ukuba mhle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ke ndisenza into endiyithiyileyo, kucacile ukuba ndiyavuma ukuthi umthetho ulungile.