Romans 7:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisazi ukuba akumi kum, oko kukuti enyameni yam, into elungileyo: ngokuba ukutanda kuko ngakum; kodwa ukufeza oko kulungileyo andikufumani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyazi ukuba ngaphakathi kwam, oko kukuthi enyameni yam, akumi okulungileyo; kuba ukuthanda kukho ukubakho oku kum;ke kona ukukusebenza okuhle andikufumani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyazi ukuba ngaphakathi kwam, oko kukuthi enyameni yam, akumi okulungileyo; kuba ukuthanda kukho ukubakho oku kum; ke kona ukwenza okulungileyo andikufumani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyazi ukuba akuhlali nto ilungileyo kum – nditsho kwisimo sam esonakeleyo – kuba kaloku umnqweno wokwenza into elungileyo ukho kum, kodwa ukwenza andinako.