Romans 7:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba okulungileyo endikutandayo ndingakwenzi; koko okukohlakeleyo endingakutandiyo, oku ndikwenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba okulungileyo endikuthandayo, andikwenzi; khona okubi, endingakuthandiyo, oko ndiyakwenza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba okulungileyo endikuthandayo, andikwenzi; khona okubi, endingakuthandiyo, oko ndiyakwenza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Into elungileyo endithanda ukuyenza, andiyenzi; kodwa into embi endingathandi kuyenza, ndiyayenza.