Romans 7:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndigcoba emtetweni katixo ngokwowapakati umntu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndifumana ngoko lo mthetho kum, ukuba kuthi, ndifuna ukukwenza okuhle, kusuke kubekho okubi kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndikholene nomthetho kaThixo ngokomntu ongaphakathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyawulangazelela umthetho kaThixo ngentliziyo,