Romans 7:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai umntu olusizi endinguye! ngubanina oya kundihlangula emzimbeni wokukufa?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi ke mna, mntu uludwayi! Azi, ngubani na oya kundihlangula kulo mzimba woku kufa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi ke mna, mntu uludwayi! Ngubani na oya kundihlangula kulo mzimba woku kufa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi usizana endilulo! Ngubani na oya kundihlangula kulo mzimba usisisulu sokufa?