Romans 7:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa isono, sizuzile ituba nje ngawo umyalelo senza kum lwonke unqwenelo. Ngokuba ngapandle kwomteto isono sifile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isono ke sizuze ithuba ngawo umthetho, sasebenza ngaphakathi kwam yonke inkanuko; kuba, kungekho mthetho, isono sifile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isono ke sizuze ithuba ngawo umthetho, sasebenza ngaphakathi kwam yonke inkanuko; kuba, kungekho mthetho, isono sifile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isono ke sizuze ikroba ngawo lo mthetho, sandivusela yonke inkanuko. Kaloku xa kungekho mthetho, isono sifile.