Romans 8:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ke, bazalwana! singabanetyala, kungekuyo inyama, ukuba sihlale ngokwenyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke, bazalwana, singabanetyala; kodwa kungekuyo inyama ukuze siphile ngokwenyama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke, bazalwana, singabanetyala; kodwa kungekuyo inyama ukuze siphile ngokwenyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, mawethu, masingakholisi isimo sethu esonakeleyo.