Romans 8:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba niza kuti, ukuba niyahlala ngokwenyama, nife; kodwa, ukuba niti ngomoya nibulale izenzo zomzimba, niya kudla ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa niphila ngokwenyama, niza kufa; ke ukuba niyazibulala ngoMoya, zife iintlondi zomzimba, nophila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa niphila ngokwenyama, niza kufa; ke ukuba niyazibulala ngoMoya, zife iintlondi zomzimba, nophila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba xa niphila ngokweso simo, niya ekufeni; kodwa ukuba niyazitshitshisa ngamandla oMoya izenzo ezibi zomzimba, niya kudla ubomi.