Romans 8:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke abakokelwayo ngumoya katixo, bona aba bangonyana bakatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bonke abakhokelwa nguMoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku abo bakhokelwa nguMoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku abo bakhokelwa nguMoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo.