Romans 8:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ningawamkelanga umoya wobukoboka kubuye koyikwe; koko nawamkelayo umoya wobunyana, esiti kwa kuwo sibize ngokuti: Aba. Bawo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba anamkelanga moya wabukhoboka, ukuba nibuye noyike;namkele umoya wokwenziwa oonyana, esidanduluka ngawo sithi, Abha, Bawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba anamkelanga moya wabukhoboka, ukuba nibuye noyike; namkele uMoya wokwenziwa oonyana, esidanduluka ngaye sithi, Abha, Bawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMoya enimamkeleyo akanenzi amakhoboka, wona aphakuzelayo. Kaloku namkele uMoya onenza oonyana abathi: “Tata!” kuThixo.