Romans 8:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yena umoya ngokwake uyanqi̔nelana nomoya wetu, okokuba silusapo lukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMoya ngokwakhe ungqinelana nomoya wethu, ukuba singabantwana bakaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoya ngokwakhe ungqinelana nomoya wethu, ukuba singabantwana bakaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMoya ngokwakhe ungqinelana nathi ukuthi singabantwana bakaThixo.