Romans 8:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukulangazelela kwokudalwa kulinda ukutyilwa kwonyana bakatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ukulangazelela kwendalo kulinde ukutyhileka koonyana bakaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ukulangazelela kwendalo kulinde ukutyhileka koonyana bakaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba indalo iphela ilangazelela ukuba uThixo ade abaveze oonyana bakhe.