Romans 8:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukudalwa bekubekwa pantsi kwokungendawo, (bekungengokuvuma kwako, bekungenxa yalowo wakubekayo pantsi,) ngetemba,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba indalo yalulanyiselwa kokungelutho, kungengakuvuma kwayo, kungenxa yowayilulamisayo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba indalo yathotyelwa kwimeko ephuthileyo, kungengakuthanda kwayo, kodwa kungokuthanda kwalowo wayithobayo, enethemba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku indalo yathotyelwa kwimeko ephuthileyo, kungengakuthanda kwayo, kodwa kungokuthanda kwalowo wayithobayo. Phofu likho ithemba lokuba