Romans 8:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba sisazi ukuba konke ukudalwa kugula kunenimba kwa kunye kude kube kaloku nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba siyazi ukuba yonke indalo iyancwina, inenimba kunye, unangoku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba siyazi ukuba kude kube ngokunje yonke indalo iyancwina inenimba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku siyazi ukuba kude kube ngokunje yonke indalo iyancwina inenimba.