Romans 8:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunge njalo ke kodwa, koko kanjako tina ngokwetu, esinalo ulibo lwomoya, kwa tina ngokwetu siyagula pakati kwetu, silinda ukumiswa kwobunyana, ukukululwa kwomzimba wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Asiyiyo ke yodwa; sisuka nathi, banayo intlahlela yoMoya, thina aba ke ngokwethu, sincwine ngaphakathi kwethu, silinde ukwenziwa oonyana; inkululeko yomzimba wethu ke leyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Asiyiyo ke yodwa; sisuka nathi, banayo intlahlela yoMoya, thina aba ke ngokwethu, sincwine ngaphakathi kwethu, silinde ukwenziwa oonyana; inkululeko yomzimba wethu ke leyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Asiyiyo yodwa ke: nathi thina siphiwe uMoya osisiqinisekiso sokukhululwa kwethu nguThixo, siyancwina, silindele ukubekwa ewongeni lokuba ngoonyana bakaThixo. Yinkululeko yethu ke leyo.