Romans 8:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba oko esingakuboniyo siyakutembela, siyakulinda ngomonde.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke sithembe ukuzuza oko singakuboniyo, sikulinda kakhulu, sinomonde.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke into esingayiboniyo, esithembe ukuyifumana, siyilindela ngomonde.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke into esingayiboniyo, esithembe ukuyifumana, siyilindela ngomonde.