Romans 8:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abo wabaziyo pambili, wabamisela kwa pambili ukuba bafane nomfanekiso wonyana wake, ukuze abe ngowamazibulo pakati kwabazalwana abaninzi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba abo wabaziyo ngenxa engaphambili, wabamisela ngenxa engaphambili ukuba bafane nomfanekiselo woNyana wakhe, ukuze abe ngowamazibulo kubazalwana abaninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba abo wabaziyo ngenxa engaphambili, wabamisela ngenxa engaphambili ukuba bafane nomfanekiselo woNyana wakhe, ukuze abe ngowamazibulo kubazalwana abaninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku abo wayeselebazi kwangaphambili, wabamisela ukuba babe ngumfanekiso woNyana wakhe, ukuze uNyana wakhe abe ngowamazibulo kusapho olukhulu.