Romans 8:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nabo wabamiselayo pambili, bona aba wababiza kanjalo: nabo wababizayo, bona aba wabagwebela kanjalo: nabo wabagwebelayo, bona aba wabenzela ubungcwalisa kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abo ke wabamisayo ngenxa engaphambili, wabuya wababiza bona; waza abo wababizayo, wabuya wabagwebela bona; abo ke wabagwebelayo, wabuya wabazukisa nokubazukisa bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abo ke wabamiselayo kwangaphambili, wababiza kananjalo; abo ke wababizayo, wabuya wabagwebela bona; abo ke wabagwebelayo, wabuya wabazukisa kananjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo ke uThixo wabamiselayo kwangaphambili, wababiza kananjalo. Abo wababizayo, wabenza amalungisa. Abo wabenza amalungisa, wabanika iwonga.