Romans 8:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina oya kumisa ityala ngakubo abaqashwa bakatixo? Utixo nguye ogwebelayo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na oya kumangalela abanyulwa bakaThixo, inguThixo nje obagwebelayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na oya kubamangalela abanyulwa bakaThixo, inguThixo nje obagwebelayo? nguThixo ogwebelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngubani na oya kubamangalela abanyulwa bakaThixo, inguThixo nje obagwebelayo?