Romans 8:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ummiso womteto uzalisekiswe kuti, tina siti singahambi ngokwenyama, koko sihambe ngo kwomoya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze ibango lomthetho lizaliseke kuthi, thina singahambiyo ngokwenyama; sihambayo ngokoMoya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze ubulungisa bomthetho buzaliseke kuthi, thina singahambiyo ngokwenyama, sihamba ngokoMoya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nto uThixo uyenzele ukuze injongo yomthetho izalisekiswe kuthi, thina singaphiliyo ngokwesimo esonakeleyo, koko siphila ngokoMoya.