Romans 8:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abo banjengokwenyama benyamekela izinto zenyama; kodwa abo banjengo kwomoya banyamekela izinto zomoya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abo bangokwenyama banyamekela izinto zasenyameni; abo ke bangokoMoya banyamekela izinto zaseMoyeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abo bangokwenyama banyamekela izinto zasenyameni; abo ke bangokoMoya banyamekela izinto zoMoya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo besimo esonakeleyo banyamekela izinto zeso simo; ibe ke abo boMoya banyamekela izinto zoMoya.