Romans 8:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba inyamekelo yenyama ikukufa; kodwa inyamekelo yomoya ibubomi noxolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ukunyameka kwenyama ikukufa; ukunyameka ke koMoya bubomi noxolo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ukunyameka kwenyama ikukufa; ke ukunyamekela ezoMoya bubomi noxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukunyamekela izinto zesimo esonakeleyo kusa ekufeni, kanti ke ukunyamekela ezoMoya kusa ebomini naseluxolweni.