Romans 8:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokokuba inyamekelo yenyama ibutshaba ngakuye utixo: ngokuba ingalulameli emtetweni katixo, ingenje njalo kambe kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokokuba ukunyameka kwenyama kububutshaba kuThixo; kuba umthetho kaThixo kungawululameli, kuba kungenako nokuba nako ukwenjenjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ukunyameka kwenyama kububutshaba kuThixo, kuba umthetho kaThixo kungawululameli, kuba kungenako nokuba nako ukwenjenjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo banyamekela izinto zesimo esonakeleyo baziintshaba zikaThixo, kuba kaloku abawuthobeli umthetho wakhe. Kakade abanako ukuyenza loo nto.