Romans 8:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nina anisenyameni, koko ni kumoya, ukuba ke umoya katixo umi kuni. Kodwa ukuba umntu akanaye umoya ka‐Kristu, yena lo akangowake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke nina anikwinyama; nikuMoya, ukuba kumi okunene uMoya kaThixo ngaphakathi kwenu. Ukuba ke umntu akanaye uMoya kaKristu, akangowakhe lowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke nina aningabo abaphila ngokwesimo esonakeleyo, ningabo bakhokelwa nguMoya, ukuba kambe uMoya kaThixo uhleli kuni. Ukuba ke umntu akanaye uMoya kaKristu, akangowakhe lowo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke nina aningabo abaphila ngokwesimo esonakeleyo, ningabo bakhokelwa nguMoya, ukuba kambe uMoya kaThixo uhleli kuni. Ke umntu ongenaye uMoya kaKrestu akangokaKrestu.