Romans 9:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunge njalo ke kodwa; koko kanjako nxa u‐Rebeka ebekaulile ngomnye, ngo‐Yisake ubawo wetu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Alipheli apho ke; kwathi nakuRebheka, akubon ukuba ukhawule ngamnye, ngoIsake ubawo wethu,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Asiyiyo le yodwa; kwathi nakuRebheka, akubon’ ukuba ukhawule ngamnye, ngoIsake ubawo wethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuqhubela phambili mandithi: Uyise wamawele kaRabheka wayemnye, inguIsake ubawo wethu.