Romans 9:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njengokuba kuba̔liwe ukuti: u‐Yakobi ndamtanda, no‐Esau ndamtiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
njengokuba kubhaliwe kwathiwa, UYakobi ndamthanda, ke uEsawu ndamthiya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
njengokuba kubhaliwe kwathiwa, uYakobi ndamthanda, ke uEsawu ndamthiya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Ndamthanda uYakobi, ndamthiya yena uEsawu.”