Romans 9:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esiti ku‐Mosesi: Ndoba netaṙu kosukuba endinetaṙu kuye, ndandiya kuba nenceba kosukuba endinenceba kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba esithi kuMoses, Ndiya kuba nenceba kosukuba ndinenceba kuye, ndibe netarhu kosukuba ndinetarhu kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba esithi kuMoses, Ndiya kuba nenceba kosukuba ndinenceba kuye, ndibe netarhu kosukuba ndinetarhu kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku wathi kuMosis: “Ndiya kuba nenceba kulowo ndinenceba kuye, ndibe netarhu kulowo ndinetarhu kuye.”