Romans 9:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pofu wena woti kum: Usagungqela nina? ngokuba ngubanina omelana nentando yake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuthi kum ngoko, Usasolelani na ke? Kuba ngubani na omelana necebo lakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuthi kum ngoko, Usasolelani na ke? Kuba ngubani na omelana necebo lakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Omnye kuni usenokuthi kum: “Ukuba ke kunjalo angathini na uThixo ukumsola umntu; kungekho bani nje unokumelana nentando kaThixo?”