Romans 9:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ndinosizi olukulu, nendandateko engapeliyo entliziyweni yam:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba ndineentlungu kakhulu, nentuthumbo enkulu engapheliyo, entliziyweni yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngokuba ndineentlungu kakhulu, nentuthumbo enkulu engapheliyo, entliziyweni yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiselusizini olukhulu, ndaye ndinentlungu engapheliyo entliziyweni yam