Romans 9:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa soti nina, ukuba utixo, etanda ukubonakalisa umsindo wake, nokuwazisa amandla ake, wazinyamezela ngokuzeka kade okukulu impahla zomsindo sezilungele intshabalalo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hi, ukuba ke uThixo, ethanda ukubonakalalisa ingqumbo yakhe, nokwazisa amandla akhe, wathwala enokuzeka kade okukhulu izitya zengqumbo, zilungiselwe intshabalalo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hi, ke, ukuba uThixo, ethanda ukubonakalalisa ingqumbo yakhe, nokwazisa amandla akhe, wathwala enokuzeka kade okukhulu izitya zengqumbo, zilungiselwe intshabalalo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kukwanjalo ke nangokubhekiselele kwizinto ezenziwe nguThixo. Kaloku wayefuna ukubonakalisa ingqumbo yakhe nokwazisa ubungangamsha bakhe. Ngoko ke wabanyamezela ngomonde abo wayebaqumbele, ababemelwe kukutshatyalaliswa.