Romans 9:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ate kanjako wazibiza, kwa tina, bekungekuwo ama‐Juda odwa, bekukubo abaheyideni nabo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ezi wazibizayo, kwathina aba, kungekuwo amaYuda odwa, kukwiintlanga nazo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ezi wazibizayo, kwathina aba, kungekuwo amaYuda odwa, kukwiintlanga nazo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Síthí ke abo uThixo wababizayo, singemaJuda kuphela, sikwakunye nabezinye iintlanga ngokunjalo.