Romans 9:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba bendinganqwenayo ukuba mna ngokwam bendiyinto eyahlukanisiweyo no‐Kristu ngenxa yabo abazalwana bam, izalamane zam ngokwenyama:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bendingade ndinqwenele ukusingelwa phantsi mna ngokwam, ndahlukaniswe naye uKristu, ngenxa yabazalwana bam, abayimizalwane yam ngokwenyama,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bendingade ndinqwenele ukusingelwa phantsi mna ngokwam, ndaphuma kuKristu ngenxa yabazalwana bam, abayimizalwane yam ngokwenyama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngenxa yamawethu amaSirayeli. Ewe, bendingade ndinqwenele ukuba mna ngokwam ndibe ngoqalekisiweyo nguThixo esikhundleni sawo, ndide ndahlukaniswe noKrestu.