Romans 9:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nganina? Ngokokuba bekungengokolo, bekunjengokungati kungemisebenzi yomteto bebebuputuma: ngokuba baku̔bekayo ngakulo ilitye lokuku̔bekisa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngani na? Ngokuba ukusukela kwakhe kwaye kungengokwaselukholweni; kwaye kungathi kungokwasemisebenzini yomthetho. Kuba babetheka elityeni eli lokubetheka,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngani? Ngokuba abakufunanga ngokwaselukholweni, bakufuna ngokwasemisebenzini yomthetho. Kuba babetheka elityeni eli lokubetheka;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngani na? Ngenxa yokuba imigudu yawo ingasekelwanga lukholweni, kodwa isekelwe ekuzenzeleni ngokwawo. Akhubeka “elityeni elikhubekisayo,”