Romans 9:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
njengokuba kuba̔liwe ukuti: Bona ke, ndiyabeka e‐Ziyone ilitye lokuku̔bekisa, nolwalwa lwokuwisa: kanjalo osukuba ekolwa kulo akayi kudaniswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Yabona, ndibeka eZiyon ilitye lokubetheka, Iliwa lesikhubekiso; bonke abakholwayo kuye abayi kudaniswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Yabona, ndibeka eZiyon ilitye lokubetheka, Iliwa lesikhubekiso; bonke abakholwayo kuye abayi kudaniswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
eli *iziBhalo zitshoyo ngalo ukuthi: “Uyabona, ndibeka *eZiyon ilitye elikhubekisayo, ulwalwa olusisikhubekiso; lowo ukholwayo kuye akayi kudaniswa.”