Romans 9:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kungenjengokungati ilizwi likatixo litshitshile. Ngokuba kungengabo bonke abavela ku‐Sirayeli, abango‐Sirayeli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke, xa nditshoyo, andithethi nto nje, ngokungathi ilizwi likaThixo liphalele. Kuba asingabo bonke abaphuma kuSirayeli abangamaSirayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke, xa nditshoyo, andithethi nto nje, ngokungathi ilizwi likaThixo liphalele. Kuba asingabo bonke abaphuma kuSirayeli abangamaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nto ke ayithethi kuthi ilizwi likaThixo lona ngokwalo litshitshile. Asingabo bonke kaloku abaphuma kuSirayeli abangamaSirayeli ncam.