Romans 9:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanjako, abalusapo bonke, ukuba beyinzalo ka‐Abrahame; koko kusitwa: Ku‐Yisake iya kubizwa inzalo yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kananjalo abathe, ngakuba beyimbewu ka-Abraham, baba ngabantwana bonke; kusuke kwathiwa, Imbewu yakho iya kubizwa ngoIsake;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kananjalo abathe, ngakuba beyimbewu ka-Abraham, baba ngabantwana bonke; kusuke kwathiwa, Imbewu yakho iya kubizwa ngoIsake;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo asingabo bonke abazelwe nguAbraham abayinzala yakhe ncakasana. Kaloku uThixo wathi kuAbraham: “Inzala yakho ncam iya kuphuma kunyana wakho uIsake.”